B

Yila mini

Yilamimi
Yilamini ngokuya wawuthe uyandithanda
Awusoze wandilahla
Nam ndahlala ndingazi ukuba koluthando ndiyawudlalwa
Yilamini
Wandithembisa
Undikhohlisa
Ndingazi ukuba uyandixokisa
Abantu ngawe bendilumkisa ndibaphikisa
Ndisithi bayaphosisa
Kuyilomini waqala ukundililisa
Yilamini
Waqala ukunxila uhamba ebusuku undiphika
Uthi xa'emehlweni wam wakutyila
Ndenza ngathi andiboni ndizulisa
Kuyilomini ngathi hamba my dear sohlukane
Ungazuphinde undibambe
Kuba intliziyo yam isophukile nanamhlanje sthandwa Sam sobuxoki wandiluza
Intliziyilo yam wayikhuthuza
Ithemba lam walikhukhuza
Ohhhh yini boh kuzolunga
Kuyilomini ndaqgiba
Ndohlukana nabantu abathanda ukudlala
Ndathatha usiba lemibongo ndawubhala
Yilamini
©bhelekazi